Lizalisidinga Lakho Chords by Nomusa Dhlomo Post category:SA Post last modified:January 2, 2026 (Chorus) Lizalis idinga lakho Thixo nkosi yenyaniso Zonk intlanga zonk izizwe Mazizuze usindiso (Chorus) Amadolo kwelilizwe Mawagobe phambi kwakho Zide zithi zonk ilwimi Ziluxel udumo lwakho (Chorus) Yala nkosi singayideli Imfundiso zezwi lakho Uze usi vuselele Zive inyaniso yakho Like this:Like Loading… You Might Also Like A Wonderful God Chords by Jabu Hlongwane October 24, 2025 Hanthe Jeso Chords by Sechaba November 24, 2025 Sthandwa Sami Chords by Hlengiwe Mhlaba November 24, 2025