(Chorus)
Igazi lemiiiiiihlatshelo
Yonke yaaaaabaaaa Judaaaa
Laaalingeluqeeeeed’ uvalooo
Lingesus’ ukona
(Chorus)
Sengiiiiyameeeeethembaaaaa lowo
Owanikeeeeeeeelwa le
EeeeeeGolgothaaaa, ngezono zam’
Nezabantu bonke
(Chorus)
EeeeeeGolgothaaaa, ngezono zam’
Nezabantu bonke