(Chorus)
Bal
eka baleka baleka baleka
Baleka
ngenyawo zombini (Verse)
Ezinye izi
nto azifuni dolo
Azifuni ngxoxo, baleka qha
Baleka ngenyawo zombini (Chorus)
Bal
eka baleka baleka baleka
Baleka
ngenyawo zombini (Verse)
Ekuhl
aleni uhlezi njalo
Uxox’ ulwini kodw’ ungumzalwane
Baleka ngenyawo zombini (Verse)
Ufu
nani kwiimbutho zabangxeki ungumzalwane
Udutsal’ indlebe bo
Baleka ngenyawo zombini (Chorus)
Bal
eka baleka baleka baleka
Baleka
ngenyawo zombini (Verse)
Qha eskol
weni kuno shugar daddy okwenzela everything
Baleka ngenyawo zombini
Khandixelele kusizani uzuz’ ilizwe nezinto zalo
Ushiywe nguJehova
Baleka ngenyawo zombini (Chorus)
Bal
eka baleka baleka baleka
Baleka
ngenyawo zombini (Verse)
Bazalwane ezinye izi
nto azifuni dolo
Azifuni ngxoko baleka qha
Baleka ngenyawo zombini
Mhlolokazi kukho lotata ufika njalo endlini yakho
Baleka ngenyawo zombini
Ukhalazela umkakhe olixelegu ongaphekiyo omtshawuta njalo
Baleka ngenyawo zombini (Chorus)
Bal
eka baleka baleka baleka
Baleka
ngenyawo zombini (Verse)
Weh brot
her kukho lo sister ufowuna njalo ngo 2 am
Baleka ngenyawo zombini
Namhlanje ubeka le ngomso athethe le
Ngo 2 am? Hay’bo mzalwane
Baleka ngenyawo zombini (Chorus)
Bal
eka baleka baleka baleka
Baleka
ngenyawo zombini (Verse)
Baza
lwane masizigade
Singayiphoxi ivangeli
Baleka ngenyawo zombini (Chorus)
Bal
eka baleka baleka baleka
Baleka
ngenyawo zombini