Ngena Noah Chords by Betusile

  • Post category:SA
  • Post last modified:January 2, 2026

(Verse)
Wab

abiza bonke uNoah
Wabakhel’inqanawe
Wathi imvula iyeza
Oh ngena Noah

(Chorus)
Wab

abiza bonke uNoah (Ngena Noah)
Wabakhel’inqanawe (Ngena Noah)
Wathi imvula iyeza (Ngena Noah)
Oh ngena Noah (Nesizukulwana sakho)

(Chorus)
Oh ng

ena ngena Noah (Ngena Noah)
Oh ngena Noah (Ngena Noah)
Oh ngena ngena Noah (Ngena Noah)
Oh ngena Noah (Nesizukulwana sakho)